Film★ 7.520243m 26sCairo Cpt & Minollar - Yonkinto (Official Music Video)PopPlay My listCountrySouth AfricaLanguageEnglishReleased2024-09-07Runtime3m 26sViewers3,453StorylineThis song is written to inspire every hustler out there. Lyrics: Yebo Andalinto Ubomi bunzima Akulungi lutho Yebo Andalinto Intlupheko igcwele Usizi lubhalwe emehlweni Kepha Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Ndithi Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Kodwa yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Ewe yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Hay si online baba woza U Cairo umngani wethu Wangena uMinollar Yebo Andalinto Ubomi bunzima Akulungi lutho Yebo Andalinto Intlupheko igcwele Usizi lubhalwe emehlweni Kepha Uthixo unendlela yakhe Eyokuphakamisa Athi bonke ababehleba ngawe Yena abadanise Kodwa yonkinto Inexesha layo Ngoba uthixo Unenjongo ngawe Yiza baba D.O.P: Alexander C Jana Editor: Alexander C Jana Producer: Jason Nceba Gxotiwe & Mpumelelo Ntswayi Dancers: Ipeko Dancers Boy1: Alakhe Isiphile Potso Boy2: Iminathi Potso Record Label: Si Online Records Author: Ibanathi Samantha Kanzi Composer: Jason Nceba Gxotiwe ISRC: ZA-IEY-24-00059 Link: https://yonkinto.fanlink.tv/vVYsCast & crewCairo CPTSingerMore like thisMcfly est trop naïf, Carlito est trop brillant (devinez qui a écrit ce titre)20237.9